novoti gcisakazi Calpurnia jiya

Rookie - 78 Points (16 April 1994 / Taleni)

Why Are You Hurting Me - Poem by novoti gcisakazi Calpurnia jiya

You love me but i'm crying
You caring but i'm broken
You kind but i can't find your kindness.

Uhambo lwakho liwuvukuzile umphefumlo wam
Awukwazanga lumela uthando lwethu
Yhini ukundonakalisa emphefumlweni mntwanomntu
Awuzange undicinge
Awuzange ukhathale ngendlela endiziva ngayo
Hamba
Kodwa uyazi ukuba uwonakalisile umphefumlo wam.

Ibinga ndingasitsho osofelweyo
Ibinga ndingasela kude kuphelingcinga
Undonzakalisile
Andiyonto yanto
Andizange ndaxheleka umphefumlo ngoluhlobo
Ndibamba ngazibini kuwe mfana
Ngokuthi undophule umphemfulo ngalendlela
I wish you nothing but the best.

Listen to this poem:

Comments about Why Are You Hurting Me by novoti gcisakazi Calpurnia jiya

  • Rookie - 5 Points Joshua Fegley (1/2/2013 9:11:00 PM)

    Despite my lack of ability to read it. I'm sure it must be good, given the title. (Report) Reply

    0 person liked.
    0 person did not like.
Read all 1 comments »



Read this poem in other languages

This poem has not been translated into any other language yet.

I would like to translate this poem »

word flags

What do you think this poem is about?



Poem Submitted: Wednesday, January 2, 2013

Poem Edited: Wednesday, January 2, 2013


[Hata Bildir]