Amy Ludidi


Babumdakarha

Babumdakarha nge bala
Babuninzi ngeentetha
Xa bebabini bebathathu abaphelanga
Abaqondakali kwiintlanga ngeentlanga
Hayi makwedini mayinconywe
Into xa intle!

Amalwimi abo ayinqaba
NgamaXhosa namaVhenda

[Report Error]