Nangamso Ndikandika

Rookie (13 January 1987 / Cala (old transkei))

Biography of Nangamso Ndikandika

Nangamso Ndikandika poet

My Name is Nangamso (Ntshantsha) Ndikandika.I am the 1st born child of 2.I was born eCala its very small village in the old Transkei, Eastern Cape.I discoverd my passion for poetry in high school.I attended Good Hope Seminary Girls High (Cape Town) .My Literature teacher motivated and allowed me to express and explore poetry.

PoemHunter.com Updates

Lento Ingumama

Lento ingumama

Ingaba lento ingu mama yintoni na?

Inimba iyasika ndomva ekhala
noxa engumbulali
Emehlweni am usengu ntondo
Ndiyamfihla ndiyamsitha
Xa amapolisa ezomfuna

[Report Error]