Friday, July 25, 2008

Lento Ingumama Comments

Rating: 0.0

Lento ingumama

Ingaba lento ingu mama yintoni na?
...
Read full text

Nangamso Ndikandika
COMMENTS
Nkululeko Mdudu 31 July 2008

Andingomfazi ngoko ke andinakukuxelela ngokupheleleyo ukuba umama yintoni na, kodwa ndiyavuya ukuba lombuzo uzifumene iindlebe zam ndatsho nam ndaqond(olohlotyana) ukuba akululanga emfazini ozeleyo akubona inzala yakhe isona yaye kubuhlungu nangakumbi ukuzibona ephakathi kwengozi nomntan'akhe

2 0 Reply
Nangamso Ndikandika

Nangamso Ndikandika

Cala (old transkei)
Close
Error Success