$(window).on("load", function () { ga('send', 'event', 'Şiir Detay', 'Şiir Okuma', 'en'); ga('send', 'event', 'Video İzleme', 'Videolu Şiir Ziyaretçi', 'en'); });
Menu
Nkululeko Mdudu
Queenstown/ South Africa

Ngomgqibelo

Ngomgqibelo ogqithileyo
Bendi leqwa liGongqongqo
Ndabalekela kulo Qonda

Umama kaQonda
Akaqonda ukuba
Ndileqwa liGongqongqo

Wandiqabela ngegqudu
Emaqatheni
ndaqond' undigqibile!
Nkululeko Mdudu
Sunday, January 19, 2020
Topic(s) of this poem: riddle
READ THIS POEM IN OTHER LANGUAGES
COMMENTS
Yoonoos Peerbocus 23 January 2020
a translation of it plz would have given me access..hope it's fine
0 0 Reply

Delivering Poems Around The World

Poems are the property of their respective owners. All information has been reproduced here for educational and informational purposes to benefit site visitors, and is provided at no charge...

1/25/2021 4:23:33 PM # 1.0.0.435