Yenzokuhle Busakwe

Rookie - 24 Points [MdakOMNYAMA] (1999-06-11 / East London)

Do you like this poet?
1 person liked.
0 person did not like.


Click here to add this poet to your My Favorite Poets.


Comments about Yenzokuhle Busakwe

---
There is no comment submitted by members..
Best Poem of Yenzokuhle Busakwe

Kanti Uthando Luyintoni?

Ndiluvile uninzi lukhala lukhalaza luxhelekile luzizibuza luziphendula kodwa nkqi ufumana impendulo.
Bambi basele nentliziyo zidlakadlaka zidlakaziwe zixhatshaziwe zixhelekile zinemigqobho zingenatywineka.
Owu! madoda bambi bathabatha imiphefumlo yabo, bambi balala imiqamelo imanzi bekhala izijwili, bambi bathi andinabasele kwazi uthanda kwakhona.
Thando ingaba ngenene uyilento kuthiwa uyiyo na?
Thando ingaba ukhona na ngokwenene ngoba sele ukhangeleka ngokungathi uligama nje elisetyenziswayo lokuqhatha lilukukuhle uninzi.
Thando, ingaba bangaphi abakhala ngawe imihla nezolo? ...

Read the full of Kanti Uthando Luyintoni?

PoemHunter.com Updates

[Report Error]