Andiswa Mvanyashe

Rookie - 29 Points [A Lecturer]

Andiswa Mvanyashe Poems

1. Call Me A Woman 5/23/2012
2. Merged Worlds 5/23/2012
3. Is It…? 5/23/2012
4. Oyaziyo Nongayazi 5/23/2012
5. In The City Of An Old Coin 5/23/2012
6. Ngcamla 5/25/2012
7. Are You A Mortal? 6/11/2012
8. I Am A Mortal 6/11/2012
9. Never Too Far 6/11/2012
10. Know I'M A Fish By No Choice 6/11/2012
11. In The Desert I Live 6/11/2012
12. I Need Something 6/11/2012
13. Ephemeral Pleasure 6/11/2012
14. Ntomb'Entsundu 6/11/2012
15. My Lover Monster Is A Parasite 6/11/2012
16. Enkosi Bawo 11/7/2013
17. Ndinebhongo Lobayintombi Yomxhosa 6/19/2014
18. Living With A Rag 6/11/2012
19. Things We Go Through 6/11/2012
20. In Love With A Stranger 6/11/2012
21. Sala Kakuhle Sithandwa 6/11/2012

Comments about Andiswa Mvanyashe

  • Xolani (1/19/2018 5:05:00 AM)

    Ndihlafune nje zambalwa suke laphela ixesha kodwa ndishiyeke ndibambe ongezanzi ngenxa yokuntsonkotha kwemibongo yakho.

    Imiba obhala ngayo iyakha ndinethemba kananjalo ivuselela izazela ezifilefo kwabo bachaphazelekayo.

    0 person liked.
    0 person did not like.
Best Poem of Andiswa Mvanyashe

Sala Kakuhle Sithandwa

Intyantyabo ibintle namhla iyabuna
Uncumo beluqaqambile namhl'oku sisililo
Mhlawumbi bekufanele
Namhla umdlalo uyaphela
Sala kakuhle sithandwa.

Mhla wumbi besisaphuca
Mhlawumbi besisabhidekile
Kodwa ke yonke into inesiphelo
Kwazi bani okuzayo?
Sala kakuhle sithandwa.

Ukonakala kwenye kukulunga kwenye
Hleze ubambo lwam lundilindile,
Mhlawumbi ukufa kusemnyango
Kwazi ban'isind' entweni
Sala kakuhle sithandwa.

Mhlawumbi ndaphandlwa bubuhle
Mhlawumbi ndabona cala limbi
Izinto azihambanga ngesiqhelo
Iphini lomele emqaleni
Sala ...

Read the full of Sala Kakuhle Sithandwa

Is It…?

Is it the tears of a hungry child?
Abused, neglected, beaten and bruised?
Is the cry of a woman watching her child die?
Are these the tears of a woman watching her husband leaving her for a man?
Is this an abused soul, lost hope and sad?
Is it life lived but not enjoyed?
Is it the cursed generation?
Rags torn crying
Ashes buried in a head of man

[Report Error]