Bayixikixile abakwaziyo
Bayihlafuna abanamazinyo
...
Read full text
Uyiphononongile kwaye uyiqhotsile, imandi iyavakala iyanambitheka ngalomzuzu ndiyayetyisa, ndiswele nje amazwi ukwandula ndityatyathule ndiphaphatheke ndibize izizwe zizokubona intlaka emandi kunazo zonke. Ndixela kemna ke isihobe esimandi kangaka, ndiwonwabele andizenzisi amagama akwezizitanza zonke, Qhuba ungayeki! The_African_Son
Yho istanza sesihlanu, abanye abantu into entle abayibukeli bayayibukula.