Xolisile Gwebityala


Do you like this poet?
1 person liked.
0 person did not like.


Click here to add this poet to your My Favorite Poets.


Comments about Xolisile Gwebityala

---
There is no comment submitted by members..
Best Poem of Xolisile Gwebityala

Mntu Ndini

Ubuhle bakho bobelanga liphuma
Nto nje lakuzinga lisuka linditshise

Unje ngamanzi omthombo ethambekeni
Isandi sawo siyandivuselela
Kodwa incasa yawo emtyuba yona iyandiphoxa

Unje ngomthana omaggqabi aluhlaza
Ngembonakalo ubonakalis' ubuhle bendalo
Ngokudalwa udodobalis' ingqondo

Unje ngetumata
Ngombala ligqamile
Nto nje alaziwa kwaFruit
Alaziwa kwaVeg

Ngeliphandle
Mntu ndini akugqibeki

Read the full of Mntu Ndini

PoemHunter.com Updates

[Report Error]