Sakhe Mabulu

Bronze Star - 2,368 Points [Tears From My Eyes] (Mqanduli)

Do you like this poet?
4 person liked.
1 person did not like.


Click here to add this poet to your My Favorite Poets.


Quotations

more quotations »
  • ''Success does not come direct
    No one sleep and wake up successful
    It is like the battle of Gods
    Plant your own tree and harvest what you have planted''
    Success does not come direct
  • You can be first like a blink of an eye
    Doing things in a hurry is not a solution
    What matter is to do things properly

    Do not rush in the finishing line
    Being th...
    My message
  • ''Be who you were created to be and you will set the world on fire.''
    Be honest within yourself
Read more quotations »

Comments about Sakhe Mabulu

---
There is no comment submitted by members..
Best Poem of Sakhe Mabulu

Amaqiya Tribe

Aah…! Zwelivumile
Ngubani na uZwelivumile
Uzwelivumile yinto ka Zwelendlini
Yinto ka fose umataka
Yinto ka mantolo ukutsho

Ufafa olude lwezwembezi
Indlalifa yaMaqiya ngokubanzi
Isidwangube esihloniphekileyo ebulalini
Ufaf' ulide lompha echutyiweyo kweligumbi lencinga
Nxe mtan' omhle ndivumele ndithethe

Ingonyama wasebukhosini
Nto ethi yakugquma kubaleke iincede
Kushiyeke amaxhalanga
Izinto ezikwaziyo ukugibisela ngezagweba zomlomo
Yinkunzi edla intloko zeziny' inkunzi

Yinto eyathi kwasebuncinaneni bayo yazalwa ...

Read the full of Amaqiya Tribe

PoemHunter.com Updates

[Report Error]