NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa

Do you like this poet?
0 person liked.
0 person did not like.

NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa poems, quotations and biography on NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa poet page. Read all poems of NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa and infos about NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa.


Comments about NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa

There is no comment submitted by members..
Best Poem of NtsimbamaZizi Sibongile Potelwa

Indebe Yomhlaba Kwibhola Ekhatywayo

Hala-a-a-a-a-la! Vuka Afrika-a-a!
Ivukile i-Afrika yathi gomololo
Kwakikizela nosebeleni yimincili
Nkqu nezibotshwa zazal’ imincili
Aw’ evuk’ amadyongwan’ amadala
Into zooDanny Jordan nooIrvin Khoza
Zaxhathalaza zinkalenkaleka

Tyeli lokuqala sabuya neyesikhova
Ngqondo ncinci waseSwideni wasingcatsha
Mfo kaTshalisi Dempesi wav’ amantyontyelo
Watyhwatyhwa kwangcangcazel’ ingxaza
Sangqukrulek’ isihlwele sasemhlabuhlangene
Zajijithek’ iinkokhel’ inkukh’ isikumlomo
Wafuth’ okaBalfour izalel’ endl’ ikhanka
Laphanz’ ilinge, wachithen’ ibalekile
...

Read the full of Indebe Yomhlaba Kwibhola Ekhatywayo